IN-FALKENAU.DE ≡ Muotoilu Ja Viimeistely Rakennesuihkeet Hoitotuotteet Earrings
  • Xhosa

  • Masigoduke tata ka Luvo (Masigoduke tata ka Luvo) – Via Afrika isiXhosa HL Grade 7 Novel

Masigoduke tata ka Luvo (Masigoduke tata ka Luvo) – Via Afrika isiXhosa HL Grade 7 Novel

$54 $68.04
UThembile noNolwazi sisibini esitshatileyo esiseze ngobuso ezweni kwelo laseMbizana. Izinto zabo zibahambela kakuhle. Banengqilikazi yomzi omhle, baqhuba iinqwelo ezikudidi oluphezulu kwaye abantwana babo bafunda kwizikolo eziphucukileyo. UThembile usebenzela uMasipala waseMbizana njengoMlawuli omkhulu kaMasipala. Zonke izigqibo namagunya enziwa nguye kwaMasipala. Nanjengomqeshi uThembile uye waqesha imbelukazi apha kwaMasipala egama linguThumeka njengoMphengululi Zincwadi Wangaphakathi. Baye basebenza kunye amaxesha amaninzi, nasezintlanganisweni behamba kunye kanti iindonga zizakuwelana. Ngomnye ulwesihlanu uThembile noThumeka baye bahamba kunye besiya entlanganisweni yooMasipala eMthatha, baza bavumelana kwelokuba bangabuyi koko bazikhuphele eMzamba ngaloo mpelaveki. Kwelinye icala uNolwazi oyititshala ngokusebenza ushiyeke ekhaya nabantwana esazi nje ukuba indoda ayizubuya. Ugqiba kwelokuba ahambe nabantwana baye eMzamba. Zifundele ke mfundi uzivele, kaloku indaba yotyelo ayikholi.
Xhosa

Xhosa

  • Funda ukufunda Inqanaba 3: Iseti yebhokisi (isiXhosa) – Tippie Boxset of 10 9780639604930
    $48.42 $65.37
  • Funda ukufunda Inqanaba 2: Iseti yebhokisi (isiXhosa) – Tippie Boxset of 10 9780639604923
    $63.78 $91.21
  • USED – Inkawu idliw’ilila (CAPS Approved) (Xhosa)
    $63 $89.46
  • Platinum Masikhanyise Grade 8 Learner’s Book (isiXhosa HL) – 9780636115682
    $48.78 $69.76
  • Funda ukufunda (isiXhosa1): Iseti yebhokisi – Tippie Boxset of 10 9780639604916
    $49.16 $97.34
  • USED – Mwana Mdogo Wa Mfalme / Le Petit Prince (Swahili Edition)
    $42.8 $69.34
  • Sithanda isiXhosa Book 3
    $49.48 $76.2
  • Icamagu Livumile (isiXhosa First Additional Language)
    $52.02 $64.5
  • LIKE NEW – Buzani Kubawo – Xhosa
    $48 $93.6
  • Isisombululo Sethu IsiXhosa Ibanga 9 Incwadi Yomfundi (Isixhosa Grade 9)
    $49.69 $97.89
  • Masigoduke tata ka Luvo (Masigoduke tata ka Luvo) – Via Afrika isiXhosa HL Grade 7 Novel
    $54 $68.04
  • Ingaba Ndim Nyhani Lo (isiXhosa reader) 9780195766622
    $95.4 $157.41
  • USED – Learn Xhosa with Ann Munnik
    $36.92 $58.33
  • Funda ukufunda (isiXhosa R) Iseti yebhokisi Tippie Boxset of 10 9780639604909
    $67.07 $101.95
  • Simply Xhosa – Workbook 2
    $48.06 $94.2
  • USED – Simply Xhosa – Workbook 1
    $27 $35.37

© 2026 - IN-FALKENAU.DE